Bongeziwe Mabandla - Wandenzanina
Tekst piosenki Wandenzanina
Uba ungabuya whe mlingo wentlungu yam
Kus'ke ngenye imini entabeni oh ndibone ngawe usiza oooh
Sinyuke silibale ibeengathi kulungile,
Kodwa uma litshona ilanga uphinde ukhumbule ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Wandenzani? Wandenzanina?
Uba singadibana ngoku sihamaba indlela, Sime sijopngane ooh
Sikhumbuzane eza mini. Amaxesha ndithi lawa adlulayo
Ngoba noba ndingazama andikwazi ukulibala ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Wandenzani? Wandenzanina?
Ubufuna uyazi, ngoku uyazi inyaniso
Ndandikuthanda ndikubeke elifeni
Waske wakhetha undigxeka ooh
Wakhetha ukudlala ngam wandi-wandishiya ndimile
Ngoku ndikhala ndibuzisa ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Wandenzani? Wandenzanina?
Oohh heyiheeh
Wandenzanina
Bongeziwe Mabandla - Wandenzanina tekst piosenki
Bongeziwe Mabandla - Wandenzanina tekstowo Wandenzanina Bongeziwe Mabandla Wandenzanina słowaTeledysk do piosenki
Wandenzanina
▶
▶
Wandenzanina Ulubioną piosenką?
Zobacz więcej tekstów piosenek, które wykonuje Bongeziwe Mabandla
Źródło: tekstowo.pl